Umendo Read Count : 37

Category : Stories

Sub Category : Drama

Kwilali zasempumaKoloni kwakukho utatu Tolo ehlala nomfaz wakhe kunye nentombi yabo. Babehlupheka kakhulu. 


Utatu Tolo lo wonke umntu wayembiza ngesiduko. Igama lenkosikazi yakhe yayinguNokwandile intombi yasemaBheleni. Babenentombi eyodwa jwi igama layo inguMbalentle, wayebizwa ngoMbali 


Utatu Tolo uhleli kakhulu eJohannesburg esitya imali namankazana, iyindoda engayikhathalelanga ifamily yayo


UNokwandile yayintombi yasemaBheleni eyathwalwa isafunda, ngumama ozamayo for intombi yakhe. 

Ngumama onokwenza nantoni na for ubona intombi yakhe yonwabile kodwa ukwanguye nonkosikaz othembekileyo kumyeni wakhe nomhloniphayo utata wekhaya 


UMbali yintombi entle ongasoze uyibone emijuxuzweni kwaye wayekhuthele. UMbali upase ibanga lakhe leshumi kunyaka odlulileyo, ngenxa yongabikho kwemali akakwazi uqhubeka phambili

Comments

  • Keep the writing coming

    May 17, 2019

Log Out?

Are you sure you want to log out?